Nicht aus der Schweiz? Besuchen Sie lehmanns.de
Vuma IsiXhosa Home Language Amakhadi esisigama semeko kwinqanaba loku 1: Level 1: Grade 1 -  Pearson Marang

Vuma IsiXhosa Home Language Amakhadi esisigama semeko kwinqanaba loku 1: Level 1: Grade 1

Lehr- oder Lernkarte
100 Seiten
2015
Maskew Miller Longman Pty.Ltd ,South Africa
978-0-636-15654-8 (ISBN)
Preis auf Anfrage
  • Titel nicht im Sortiment
  • Artikel merken
Le yinkqubo ekhethekileyo yokuphuhlisa isakhono sokufunda kuba iqulunqwe ziingcaphephe eziphume izandla kulwimi lwesiXhosa kwaye imiliselwe ngokungathandabuzekiyo kwizithethe zesiNtu. Lenkqubo izibalula ncakasana ngabalinganiswa abakhethekileyo baseMzantsi Afrika kwiimeko eziqhelekileyo zokuphila. Oku kujoliswe ekuvuseleleni umdla wokufunda kubafundi bakho. Abafundi bathi babenakho ukwakha unxibelelwano oluluqilima namabali, nto ke leyo eyenza ukuba bakonwabele, bakuthakazelele ukufunda beselula.

Ikwafumaneka ngolwimi lwesiBhulu. IsiZulu neSipedi kwinqanaba lolwimi lwasekhaya. Lenkqubo ikwafumeneka ngolwimi lwesiNgesi ulwimi lokuqala olongezelelweyo.
Reihe/Serie Vuma
Verlagsort Cape Town
Sprache Xhosa
Maße 100 x 100 mm
Gewicht 270 g
Themenwelt Schulbuch / Wörterbuch Lektüren / Interpretationen
ISBN-10 0-636-15654-0 / 0636156540
ISBN-13 978-0-636-15654-8 / 9780636156548
Zustand Neuware
Haben Sie eine Frage zum Produkt?