Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba loku-1 IziCwangciso zeziFundo, uHlolo kunye noonoTsheluza okanye amaKhadi anamaGama anokufotokotshwa: Level 1: Grade 1
Seiten
2016
Maskew Miller Longman Pty.Ltd ,South Africa (Verlag)
978-0-636-15700-2 (ISBN)
Maskew Miller Longman Pty.Ltd ,South Africa (Verlag)
978-0-636-15700-2 (ISBN)
Le yinkqubo ekhethekileyo yokuphuhlisa isakhono sokufunda kuba iqulunqwe ziingcaphephe eziphume izandla kulwimi lwesiXhosa kwaye imiliselwe ngokungathandabuzekiyo kwizithethe zesiNtu. Lenkqubo izibalula ncakasana ngabalinganiswa abakhethekileyo baseMzantsi Afrika kwiimeko eziqhelekileyo zokuphila. Oku kujoliswe ekuvuseleleni umdla wokufunda kubafundi bakho. Abafundi bathi babenakho ukwakha unxibelelwano oluluqilima namabali, nto ke leyo eyenza ukuba bakonwabele, bakuthakazelele ukufunda beselula.
Ikwafumaneka ngolwimi lwesiBhulu. IsiZulu neSipedi kwinqanaba lolwimi lwasekhaya. Lenkqubo ikwafumeneka ngolwimi lwesiNgesi ulwimi lokuqala olongezelelweyo.
Ikwafumaneka ngolwimi lwesiBhulu. IsiZulu neSipedi kwinqanaba lolwimi lwasekhaya. Lenkqubo ikwafumeneka ngolwimi lwesiNgesi ulwimi lokuqala olongezelelweyo.
Erscheinungsdatum | 27.07.2017 |
---|---|
Reihe/Serie | Vuma |
Verlagsort | Cape Town |
Sprache | Xhosa |
Maße | 210 x 297 mm |
Gewicht | 230 g |
Themenwelt | Schulbuch / Wörterbuch ► Lektüren / Interpretationen |
ISBN-10 | 0-636-15700-8 / 0636157008 |
ISBN-13 | 978-0-636-15700-2 / 9780636157002 |
Zustand | Neuware |
Haben Sie eine Frage zum Produkt? |